[Music] Lindo Mtangayi – Ngenelela Nkosi
Posted by badgeRaphael 1
Lindo Mtangayi – Ngenelela Nkosi

South African singer-songwriter and performer, Lindo Mtangayi, has just released a captivating new song titled "Ngenelela Nkosi". This incredible record is a must-have addition to your Playlist, as it showcases Lindo's exceptional talent and unique musical style.

The song "Ngenelela Nkosi" is a standout track from Lindo's latest project, "Yenzinto". This body of work is a true testament to Lindo's artistry and creativity, as he effortlessly blends various genres and influences to create a truly remarkable musical experience.

If you're looking for a song that will uplift your spirits and transport you to a place of joy and celebration, then look no further than "Ngenelela Nkosi". Lindo's soulful vocals and infectious melodies will have you dancing and singing along in no time.

Don't miss out on the opportunity to listen to and download this incredible song. Click the link below to experience the magic of "Ngenelela Nkosi" by Lindo Mtangayi.


Lindo Mtangayi Ngenelela Nkosi Lyrics:
Siphila kumaxesha nzima
Siphila kumaxesha mabi
Akho ntwintle, akho ntwi'mnandi
Yonk'into ayisena value

Nditsho nemfundo ayisena value
Bangaph'abafundile abangena msebenzi
Bangaph'abafundile abahlel'emakhaya

Ngenelela Nkosi, ngenelela
Ngenelela Nkosi, ngenelela
Nkosi, ngenelela, ngenelela
Baba sihlangule ngenelela

Siphila kumaxesha nzima
Siphila kumaxesha mabi
Kula maxesha ukuba awazi mntu soz'uqashwe

Nditsho naku ma-interview
Siyazi sikhaph'abanye
Kula maxesha uk'fun'umsebenzi
Suke yawumsebenzi wethu

Kuphel'i-data
Kuphel'i-airtime
Kuphela nemali engekhoyo
Sifun'umsebenzi

Ngenelela Nkosi, ngenelela
Ngenelela Nkosi, ngenelela
Ngenelela Nkosi, ngenelela
Ngenelela Nkosi, ngenelela
Nkosi, ngenelela, ngenelela
Ngenelela, ngenelela

Msport Ads


Written:


DOWNLOAD Ngenelela Nkosi by Lindo Mtangayi MP3 [4.58 MB]


Do you wish to initiate a DMCA takedown report? Kindly send details to [email protected]


Msport Ads


GixKid Album

Zappy

Do you want your song on HipHopkit? Upload Your Song.


Hottest Artists

What do you think about this song?

Drop Your Comment (1)

Odwa Ranugo  (Apr 16) 
I love this song using Sound very much 👌🙆🙆😭😭
0 like